Isaya 60:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Inkitha yeenkamela iya kukugubungela, amathole eenkunzi zeenkamela akwaMidiyan nawakwaEfa.+ Bonke abo bavela eShebha+—baya kuza. Baya kuthwala igolide nentlaka yokuqhumisa. Kwaye baya kwazisa iindumiso zikaYehova.+
6 Inkitha yeenkamela iya kukugubungela, amathole eenkunzi zeenkamela akwaMidiyan nawakwaEfa.+ Bonke abo bavela eShebha+—baya kuza. Baya kuthwala igolide nentlaka yokuqhumisa. Kwaye baya kwazisa iindumiso zikaYehova.+