Isaya 30:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Nomoya wakhe unjengomsinga okhukulayo ofikelela entanyeni,+ ukuze ahluze iintlanga ngentluzo+ engento yanto; nomkhala+ obangela umntu abhadule uya kuba semihlathini yezizwana.+
28 Nomoya wakhe unjengomsinga okhukulayo ofikelela entanyeni,+ ukuze ahluze iintlanga ngentluzo+ engento yanto; nomkhala+ obangela umntu abhadule uya kuba semihlathini yezizwana.+