IMizekeliso 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile. INtshumayeli 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu. Mateyu 10:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kwaye ningaboyiki+ abo babulala umzimba kodwa bengenako ukubulala umphefumlo; kodwa kunoko yoyikani lowo+ unako ukutshabalalisa kokubini umphefumlo nomzimba eGehena.+ Luka 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa ndiza kunibonisa lowo wokoyikwa: Yoyikani+ lowo uthi emva kokubulala abe negunya lokuphosa eGehena.+ Ewe, ndithi kuni, yoyikani+ yena Lowo. ISityhilelo 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngubani na ongayi kukoyika ngokwenene wena,+ Yehova,+ aze azukise igama lakho,+ ngenxa yokuba inguwe wedwa onyanisekileyo?+ Kuba zonke iintlanga ziya kuza zinqule phambi kwakho,+ ngenxa yokuba imimiselo yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”+
13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile.
13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.
28 Kwaye ningaboyiki+ abo babulala umzimba kodwa bengenako ukubulala umphefumlo; kodwa kunoko yoyikani lowo+ unako ukutshabalalisa kokubini umphefumlo nomzimba eGehena.+
5 Kodwa ndiza kunibonisa lowo wokoyikwa: Yoyikani+ lowo uthi emva kokubulala abe negunya lokuphosa eGehena.+ Ewe, ndithi kuni, yoyikani+ yena Lowo.
4 Ngubani na ongayi kukoyika ngokwenene wena,+ Yehova,+ aze azukise igama lakho,+ ngenxa yokuba inguwe wedwa onyanisekileyo?+ Kuba zonke iintlanga ziya kuza zinqule phambi kwakho,+ ngenxa yokuba imimiselo yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”+