Zekariya 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Iintlanga ezininzi ngokuqinisekileyo ziya kuzihlanganisa noYehova ngaloo mini,+ yaye okunene ziya kuba ngabantu bam;+ nam ndiza kuhlala phakathi kwakho.” Kuya kufuneka ke wazi ukuba uYehova wemikosi undithumile kuwe.+ Zekariya 8:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ngezo mini ke amadoda alishumi aphuma kuzo zonke iilwimi zeentlanga+ aya kubamba,+ ewe, okunene aya kubamba isondo lendoda engumYuda,+ esithi: “Siza kuhamba nani,+ kuba sivile ukuba uThixo unani.”’”+
11 “Iintlanga ezininzi ngokuqinisekileyo ziya kuzihlanganisa noYehova ngaloo mini,+ yaye okunene ziya kuba ngabantu bam;+ nam ndiza kuhlala phakathi kwakho.” Kuya kufuneka ke wazi ukuba uYehova wemikosi undithumile kuwe.+
23 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ngezo mini ke amadoda alishumi aphuma kuzo zonke iilwimi zeentlanga+ aya kubamba,+ ewe, okunene aya kubamba isondo lendoda engumYuda,+ esithi: “Siza kuhamba nani,+ kuba sivile ukuba uThixo unani.”’”+