Yohane 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko uLizwi waba yinyama+ waza wahlala phakathi kwethu, yaye salubona uzuko lwakhe, uzuko olunjengolo lonyana okuphela kozelweyo+ nguyise; kwaye wayezele bububele obungasifanelanga nayinyaniso.+ Yohane 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Kuba uThixo walithanda+ kakhulu ihlabathi kangangokuba wanikela ngoNyana wakhe okuphela kwamzeleyo,+ ukuze wonk’ ubani obonisa ukholo+ kuye angatshabalali+ kodwa abe nobomi obungunaphakade.+ Hebhere 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 uye ekupheleni kwale mihla+ wathetha nathi ngoNyana,+ aye wammisela njengendlalifa yezinto zonke,+ nathe ngaye wenza+ iinkqubo zezinto.
14 Ngoko uLizwi waba yinyama+ waza wahlala phakathi kwethu, yaye salubona uzuko lwakhe, uzuko olunjengolo lonyana okuphela kozelweyo+ nguyise; kwaye wayezele bububele obungasifanelanga nayinyaniso.+
16 “Kuba uThixo walithanda+ kakhulu ihlabathi kangangokuba wanikela ngoNyana wakhe okuphela kwamzeleyo,+ ukuze wonk’ ubani obonisa ukholo+ kuye angatshabalali+ kodwa abe nobomi obungunaphakade.+
2 uye ekupheleni kwale mihla+ wathetha nathi ngoNyana,+ aye wammisela njengendlalifa yezinto zonke,+ nathe ngaye wenza+ iinkqubo zezinto.