Yobhi 31:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba lowo ngumlilo oya kudla use entshabalalweni,+Yaye phakathi kwayo yonke imveliso yam iya kumila iingcambu. Nahum 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngubani na onokuma phambi kwesiqalekiso sakhe?+ Yaye ngubani na onokuphakama nxamnye nobushushu bomsindo wakhe?+ Umsindo wakhe ngokuqinisekileyo uya kuphalazwa njengomlilo,+ namawa aya kudilika ngenxa yakhe.
12 Kuba lowo ngumlilo oya kudla use entshabalalweni,+Yaye phakathi kwayo yonke imveliso yam iya kumila iingcambu.
6 Ngubani na onokuma phambi kwesiqalekiso sakhe?+ Yaye ngubani na onokuphakama nxamnye nobushushu bomsindo wakhe?+ Umsindo wakhe ngokuqinisekileyo uya kuphalazwa njengomlilo,+ namawa aya kudilika ngenxa yakhe.