2 Kumkani 17:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 UShalmanesere+ ukumkani waseAsiriya+ wenyuka nxamnye naye, yaye uHosheya waba ngumkhonzi wakhe, wahlawula unikelo+ kuye. Isaya 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kuba phambi kokuba inkwenkwe leyo ikwazi ukumemeza ithi,+ ‘Tata!’ nokuthi ‘Mama!’ ubuncwane baseDamasko namaxhoba aseSamariya aya kuthwalelwa phambi kokumkani waseAsiriya.”+ Isaya 10:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami,+ uYehova wemikhosi, ukuthi: “Musani ukoyika, bantu bam abahlala eZiyon,+ ngenxa yomAsiriya, owayefudula enibetha+ ngentonga nowayefudula eniphakamisela umsimelelo wakhe ngendlela eyenza ngayo iYiputa.+
3 UShalmanesere+ ukumkani waseAsiriya+ wenyuka nxamnye naye, yaye uHosheya waba ngumkhonzi wakhe, wahlawula unikelo+ kuye.
4 kuba phambi kokuba inkwenkwe leyo ikwazi ukumemeza ithi,+ ‘Tata!’ nokuthi ‘Mama!’ ubuncwane baseDamasko namaxhoba aseSamariya aya kuthwalelwa phambi kokumkani waseAsiriya.”+
24 Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami,+ uYehova wemikhosi, ukuthi: “Musani ukoyika, bantu bam abahlala eZiyon,+ ngenxa yomAsiriya, owayefudula enibetha+ ngentonga nowayefudula eniphakamisela umsimelelo wakhe ngendlela eyenza ngayo iYiputa.+