2 Kumkani 18:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ke kaloku andigunyaziswanga nguYehova na ukuba ndize kuyonakalisa le ndawo? UYehova uthe kum,+ ‘Nyuka nxamnye neli lizwe, uze ulonakalise.’”
25 Ke kaloku andigunyaziswanga nguYehova na ukuba ndize kuyonakalisa le ndawo? UYehova uthe kum,+ ‘Nyuka nxamnye neli lizwe, uze ulonakalise.’”