Eksodus 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Wasolula uMoses isandla sakhe phezu kolwandle;+ waza walwenza uYehova lwabuyela umva ulwandle ngomoya onamandla wasempuma ubusuku bonke, waluguqula lwaba ngumhlaba owomileyo ulwandle,+ ahlukana amanzi.+ Habhakuki 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wanyathela ulwandle ngamahashe akho, imfumba yamanzi amaninzi.+
21 Wasolula uMoses isandla sakhe phezu kolwandle;+ waza walwenza uYehova lwabuyela umva ulwandle ngomoya onamandla wasempuma ubusuku bonke, waluguqula lwaba ngumhlaba owomileyo ulwandle,+ ahlukana amanzi.+