Yohane 14:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 umoya wenyaniso,+ lowo ihlabathi lingenakuwufumana,+ ngenxa yokuba lingawuboni yaye lingawazi. Nina niyawazi, kuba uhleli nani yaye ukuni.+ Yohane 16:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Noko ke, xa efika yena, umoya wenyaniso,+ uya kunikhokelela kuyo yonke inyaniso, kuba akayi kuthetha ngokwentshukumisa yakhe, kodwa uya kuthetha izinto azivileyo, yaye uya kuvakalisa kuni izinto ezizayo.+
17 umoya wenyaniso,+ lowo ihlabathi lingenakuwufumana,+ ngenxa yokuba lingawuboni yaye lingawazi. Nina niyawazi, kuba uhleli nani yaye ukuni.+
13 Noko ke, xa efika yena, umoya wenyaniso,+ uya kunikhokelela kuyo yonke inyaniso, kuba akayi kuthetha ngokwentshukumisa yakhe, kodwa uya kuthetha izinto azivileyo, yaye uya kuvakalisa kuni izinto ezizayo.+