Mateyu 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa xa uthandaza, ungaphindaphindani nento enye,+ njengokuba besenza abantu beentlanga, kuba becinga ukuba baya kuviwa ngenxa yokusebenzisa kwabo amazwi amaninzi.
7 Kodwa xa uthandaza, ungaphindaphindani nento enye,+ njengokuba besenza abantu beentlanga, kuba becinga ukuba baya kuviwa ngenxa yokusebenzisa kwabo amazwi amaninzi.