1 Kumkani 3:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Wonke uSirayeli wasiva isigwebo+ esasenziwe ngukumkani; yaye boyika ngenxa kakumkani,+ kuba babona ukuba ubulumko+ bukaThixo babungaphakathi kuye ukuba aphumeze isigwebo. Yohane 7:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Musani ukugweba ngokwembonakalo yangaphandle, kodwa gwebani ngomgwebo wobulungisa.”+ Yohane 8:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ukanti ukuba ndithe ndagweba, umgwebo wam uyinyaniso, kuba andindedwa, kodwa uBawo ondithumileyo ukunye nam.+
28 Wonke uSirayeli wasiva isigwebo+ esasenziwe ngukumkani; yaye boyika ngenxa kakumkani,+ kuba babona ukuba ubulumko+ bukaThixo babungaphakathi kuye ukuba aphumeze isigwebo.
16 Ukanti ukuba ndithe ndagweba, umgwebo wam uyinyaniso, kuba andindedwa, kodwa uBawo ondithumileyo ukunye nam.+