Zekariya 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 IAshkelon iya kubona ize yoyike; yona ke iGaza, iya kuva iintlungu eziqatha; ne-Ekron,+ ngenxa yokuba ithemba ekhangele+ kulo liya kudana. Nokumkani ngokuqinisekileyo uya kutshabalala eGaza, neAshkelon ayiyi kumiwa.+
5 IAshkelon iya kubona ize yoyike; yona ke iGaza, iya kuva iintlungu eziqatha; ne-Ekron,+ ngenxa yokuba ithemba ekhangele+ kulo liya kudana. Nokumkani ngokuqinisekileyo uya kutshabalala eGaza, neAshkelon ayiyi kumiwa.+