Hoseya 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa indlu kaYuda ndiya kuyenzela inceba,+ yaye ndiya kuyisindisa ngoYehova uThixo wayo;+ kodwa andiyi kuyisindisa ngesaphetha okanye ngekrele okanye ngemfazwe, ngamahashe okanye ngabakhweli-mahashe.”+
7 Kodwa indlu kaYuda ndiya kuyenzela inceba,+ yaye ndiya kuyisindisa ngoYehova uThixo wayo;+ kodwa andiyi kuyisindisa ngesaphetha okanye ngekrele okanye ngemfazwe, ngamahashe okanye ngabakhweli-mahashe.”+