Luka 10:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye wena, Kapernahum, ngaba mhlawumbi uya kuphakanyiselwa ezulwini?+ Uya kuhlela phantsi eHadesi!+ Luka 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa nalowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+
15 Yaye wena, Kapernahum, ngaba mhlawumbi uya kuphakanyiselwa ezulwini?+ Uya kuhlela phantsi eHadesi!+