Duteronomi 28:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye ziya kukufikela ezi ntsikelelo zonke, zikufumane,+ xa uthe waliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho: Yoweli 2:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngokuqinisekileyo niya kudla, nidle nanele,+ yaye niya kulidumisa igama likaYehova uThixo wenu,+ owenze oko kumangalisa kangaka ngani;+ kwaye abantu bam abayi kuba nazintloni ukusa kwixesha elingenammiselo.+
2 Yaye ziya kukufikela ezi ntsikelelo zonke, zikufumane,+ xa uthe waliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho:
26 Ngokuqinisekileyo niya kudla, nidle nanele,+ yaye niya kulidumisa igama likaYehova uThixo wenu,+ owenze oko kumangalisa kangaka ngani;+ kwaye abantu bam abayi kuba nazintloni ukusa kwixesha elingenammiselo.+