2 Kumkani 9:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Xa bahambayo besiya kumgcwaba, abazange bafumane nantoni na yakhe ngaphandle kokakayi neenyawo neentende zezandla zakhe.+ Yeremiya 22:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Uya kungcwatywa ngokungcwatywa kwenkunzi ye-esile,+ ngokurhuqwa nokulahlwa, ngaphandle kwamasango aseYerusalem.’+
35 Xa bahambayo besiya kumgcwaba, abazange bafumane nantoni na yakhe ngaphandle kokakayi neenyawo neentende zezandla zakhe.+
19 Uya kungcwatywa ngokungcwatywa kwenkunzi ye-esile,+ ngokurhuqwa nokulahlwa, ngaphandle kwamasango aseYerusalem.’+