Isaya 55:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+ Hebhere 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba xa uThixo wenza isithembiso sakhe kuAbraham,+ ekubeni kungekho nabani na omkhulu kunaye awayenokufunga+ ngaye, wafunga ngaye siqu,
11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+
13 Kuba xa uThixo wenza isithembiso sakhe kuAbraham,+ ekubeni kungekho nabani na omkhulu kunaye awayenokufunga+ ngaye, wafunga ngaye siqu,