Obhadiya 12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Ubungafanelanga ubukele ngemini yomzalwana wakho,+ ngemini yelishwa lakhe; yaye ubungafanelanga ube nemihlali ngoonyana bakaYuda ngemini yokutshabalala kwabo;+ kwaye ubungafanelanga ube nomlomo omkhulu ngemini yokubandezeleka kwabo.
12 “Ubungafanelanga ubukele ngemini yomzalwana wakho,+ ngemini yelishwa lakhe; yaye ubungafanelanga ube nemihlali ngoonyana bakaYuda ngemini yokutshabalala kwabo;+ kwaye ubungafanelanga ube nomlomo omkhulu ngemini yokubandezeleka kwabo.