Yeremiya 48:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kungenxa yoko le nto ndiya kubhomboloza ngenxa kaMowabhi, ndidanduluke ngenxa kaMowabhi ephela.+ Ubani uya kudumzela ngenxa yamadoda aseKire-heres.+
31 Kungenxa yoko le nto ndiya kubhomboloza ngenxa kaMowabhi, ndidanduluke ngenxa kaMowabhi ephela.+ Ubani uya kudumzela ngenxa yamadoda aseKire-heres.+