2 Samuweli 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UDavide waqhubeka elawula wonke uSirayeli;+ yaye uDavide wayeqhubeka ebenzela izigwebo nobulungisa+ bonke abantu bakhe.+ 1 Kumkani 3:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Wonke uSirayeli wasiva isigwebo+ esasenziwe ngukumkani; yaye boyika ngenxa kakumkani,+ kuba babona ukuba ubulumko+ bukaThixo babungaphakathi kuye ukuba aphumeze isigwebo.
15 UDavide waqhubeka elawula wonke uSirayeli;+ yaye uDavide wayeqhubeka ebenzela izigwebo nobulungisa+ bonke abantu bakhe.+
28 Wonke uSirayeli wasiva isigwebo+ esasenziwe ngukumkani; yaye boyika ngenxa kakumkani,+ kuba babona ukuba ubulumko+ bukaThixo babungaphakathi kuye ukuba aphumeze isigwebo.