34 Yerusalem, Yerusalem, mbulali+ wabaprofeti nomxulubi+ wabo bathunyelwe kuyo—kufuthi kangakanani na ndifune ukubahlanganisela ndawonye abantwana bakho ngohlobo isikhukukazi esihlanganisa ngalo amantshontsho aso ngaphantsi kwamaphiko aso,+ kodwa anakufuna oko!+