Isaya 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yena unyukile waya kuyo iNdlu naseDibhon,+ kwiindawo eziphakamileyo, ukuya kulila. Phezu kweNebho+ naphezu kweMedebha+ uMowabhi uyabhomboloza. Zonke iintloko ezikuye zinenkqayi;+ zonke iindevu zinquthulwe. Yeremiya 48:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UMowabhi uhlazisiwe, kuba ungenwe lunkwantyo.+ Bhombolozani nize nidanduluke. Xelani eArnon madoda,+ ukuba uMowabhi uphangiwe.
2 Yena unyukile waya kuyo iNdlu naseDibhon,+ kwiindawo eziphakamileyo, ukuya kulila. Phezu kweNebho+ naphezu kweMedebha+ uMowabhi uyabhomboloza. Zonke iintloko ezikuye zinenkqayi;+ zonke iindevu zinquthulwe.
20 UMowabhi uhlazisiwe, kuba ungenwe lunkwantyo.+ Bhombolozani nize nidanduluke. Xelani eArnon madoda,+ ukuba uMowabhi uphangiwe.