Isaya 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 IHeshbhon ne-Eleyali+ ziyadanduluka. Ilizwi lazo livakala ukuya kufikelela naseYahatsa.+ Kungenxa yoko le nto amadoda axhobileyo akwaMowabhi ekhwaza. Wona kanye umphefumlo wakhe uyagubha ngaphakathi kuye.
4 IHeshbhon ne-Eleyali+ ziyadanduluka. Ilizwi lazo livakala ukuya kufikelela naseYahatsa.+ Kungenxa yoko le nto amadoda axhobileyo akwaMowabhi ekhwaza. Wona kanye umphefumlo wakhe uyagubha ngaphakathi kuye.