Numeri 22:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Kwathi kusasa uBhalaki wamthabatha uBhileham wamnyusa wamsa eBhamoti-bhahali+, ukuze abe nokubabona bonke abantu.+ Numeri 23:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Wathi uBhileham kuBhalaki: “Ndakhele kule ndawo izibingelelo+ zibe sixhenxe uze undilungiselele kule ndawo iinkunzi zeenkomo zibe sixhenxe neenkunzi zeegusha zibe sixhenxe.” Yeremiya 48:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ndiza kumyekisa kwaMowabhi,’ utsho uYehova, ‘lowo unyusa umnikelo kwindawo ephakamileyo nalowo uqhumisela uthixo wakhe umbingelelo.+
41 Kwathi kusasa uBhalaki wamthabatha uBhileham wamnyusa wamsa eBhamoti-bhahali+, ukuze abe nokubabona bonke abantu.+
23 Wathi uBhileham kuBhalaki: “Ndakhele kule ndawo izibingelelo+ zibe sixhenxe uze undilungiselele kule ndawo iinkunzi zeenkomo zibe sixhenxe neenkunzi zeegusha zibe sixhenxe.”
35 Ndiza kumyekisa kwaMowabhi,’ utsho uYehova, ‘lowo unyusa umnikelo kwindawo ephakamileyo nalowo uqhumisela uthixo wakhe umbingelelo.+