1 Kronike 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Xa iSiriya yaseDamasko yeza kuncedisa uHadadezere ukumkani waseTsobha,+ uDavide waxabela kumaSiriya amadoda angamashumi amabini anesibini amawaka. Yeremiya 49:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 NgeDamasko:+ “IHamati+ neArpadi+ zineentloni, kuba zive ingxelo embi. Zidilikile.+ Ulwandle lunenyameko yokuxhalaba; alukwazi kuhlala lungaphazamiseki.+ Amosi 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndiza kuwaphula umvalo waseDamasko,+ ndimnqumle ummi waseBhikate-aven, nophethe intonga yobukhosi waseBhete-eden; nabantu baseSiriya kuya kufuneka baye eKire+ njengabathinjwa,” utsho uYehova.’
5 Xa iSiriya yaseDamasko yeza kuncedisa uHadadezere ukumkani waseTsobha,+ uDavide waxabela kumaSiriya amadoda angamashumi amabini anesibini amawaka.
23 NgeDamasko:+ “IHamati+ neArpadi+ zineentloni, kuba zive ingxelo embi. Zidilikile.+ Ulwandle lunenyameko yokuxhalaba; alukwazi kuhlala lungaphazamiseki.+
5 Ndiza kuwaphula umvalo waseDamasko,+ ndimnqumle ummi waseBhikate-aven, nophethe intonga yobukhosi waseBhete-eden; nabantu baseSiriya kuya kufuneka baye eKire+ njengabathinjwa,” utsho uYehova.’