Zefaniya 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umele ube ngummandla wabaseleyo bendlu kaYuda.+ Baya kudla kuwo. Kwizindlu zaseAshkelon, ngokuhlwa, baya kubutha khona. Kuba uYehova uThixo wabo uya kuphethulela ingqalelo yakhe kubo+ aze ngokuqinisekileyo abuyise abathinjiweyo babo.”+
7 Umele ube ngummandla wabaseleyo bendlu kaYuda.+ Baya kudla kuwo. Kwizindlu zaseAshkelon, ngokuhlwa, baya kubutha khona. Kuba uYehova uThixo wabo uya kuphethulela ingqalelo yakhe kubo+ aze ngokuqinisekileyo abuyise abathinjiweyo babo.”+