IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 35:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Ngamana banganjengomququ ngaphambi komoya,+

      Ize ingelosi kaYehova ibatyhale.+

  • INdumiso 83:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Owu Thixo wam, benze babe njengesivuthe-vuthe sameva,+

      Njengeendiza ngaphambi komoya.+

  • Isaya 29:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kwaye isihlwele sabo bangaqhelekanga kuwe simele sibe njengomgubo ocolekileyo,+ nesihlwele sabo bangoozwilabo+ sibe njengomququ odlulayo.+ Yaye kumele kwenzeke ngephanyazo, ngequbuliso.+

  • Daniyeli 2:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Kwaza kwatyumka konke, intsimbi nodongwe oluxonxiweyo nobhedu nesilivere negolide, zaba njengomququ wesanda sasehlotyeni,+ kwafika umoya waziphephetha, awafunyanwa konke konke umkhondo wazo.+ Lasuka ilitye elabetha umfanekiso lowo, laba yintaba enkulu, lazalisa umhlaba uphela.+

  • Hoseya 13:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngoko ke uya kuba njengamafu akusasa+ nanjengombethe omka ekuseni; njengomququ ophetshethwa sisaqhwithi kwisanda+ nanjengomsi ophuma kumngxuma wophahla.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share