Numeri 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ekunyukeleni kwawo eNegebhi,+ afika eHebron.+ Kwaye kukho apho uAhiman, uSheshayi noTalemayi,+ abenzala ka-Anaki.+ Kwaye ke, iHebron+ le yayakhiwe kwiminyaka esixhenxe ngaphambi kweTsowan+ yaseYiputa. INdumiso 78:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Phambi kookhokho babo wayenze ngokumangalisayo+Elizweni laseYiputa,+ intsimi yaseTsowan.+ Isaya 30:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba iinkosana zakhe ziseTsowan,+ nabathunywa bakhe bafikelele eHanes. Hezekile 30:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndiza kuyiphanzisa iPatrosi+ ndifake umlilo eTsowan+ ndize ndiyigwebe iNo.+
22 Ekunyukeleni kwawo eNegebhi,+ afika eHebron.+ Kwaye kukho apho uAhiman, uSheshayi noTalemayi,+ abenzala ka-Anaki.+ Kwaye ke, iHebron+ le yayakhiwe kwiminyaka esixhenxe ngaphambi kweTsowan+ yaseYiputa.