2 Kumkani 18:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 URabheshake waqhubeka emile yaye ememeza ngelizwi elikhulu ngolwimi lwamaYuda;+ kwaye wahlabela mgama wathetha wenjenje: “Liveni ilizwi lokumkani omkhulu,+ ukumkani waseAsiriya.
28 URabheshake waqhubeka emile yaye ememeza ngelizwi elikhulu ngolwimi lwamaYuda;+ kwaye wahlabela mgama wathetha wenjenje: “Liveni ilizwi lokumkani omkhulu,+ ukumkani waseAsiriya.