INdumiso 83:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+ INdumiso 98:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UYehova ulwazisile usindiso lwakhe;+Emehlweni eentlanga ubutyhilile ubulungisa bakhe.+ Habhakuki 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba umhlaba uya kuzaliswa kukwazi uzuko lukaYehova njengamanzi egubungele ulwandle.+
18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+