Hoseya 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngokuqinisekileyo ndiya kumhlwayela njengembewu yam emhlabeni,+ ndimenzele inceba ongenzelwanga nceba,+ ndithi kwabo bangengobantu bam: “Ungabantu bam”;+ bona baya kuthi: “UnguThixo wam.”’”+ Roma 3:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Okanye ngaba unguThixo wamaYuda kuphela?+ Akanguye na kwanowabantu beentlanga?+ Ewe, ukwanguye nowabantu beentlanga,+
23 Ngokuqinisekileyo ndiya kumhlwayela njengembewu yam emhlabeni,+ ndimenzele inceba ongenzelwanga nceba,+ ndithi kwabo bangengobantu bam: “Ungabantu bam”;+ bona baya kuthi: “UnguThixo wam.”’”+
29 Okanye ngaba unguThixo wamaYuda kuphela?+ Akanguye na kwanowabantu beentlanga?+ Ewe, ukwanguye nowabantu beentlanga,+