Habhakuki 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ndiya kuqhubeka ndimi endaweni yam yokulinda,+ yaye ndiya kuqhubeka ndimi kudonga lokukhusela; ndihlale ndilindile,+ ukuze ndibone oko aya kukuthetha kum+ noko ndiya kukuphendula xa ndisohlwaywa.+
2 Ndiya kuqhubeka ndimi endaweni yam yokulinda,+ yaye ndiya kuqhubeka ndimi kudonga lokukhusela; ndihlale ndilindile,+ ukuze ndibone oko aya kukuthetha kum+ noko ndiya kukuphendula xa ndisohlwaywa.+