Mika 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Oyena ulungileyo wabo unjengekhakakhaka, oyena uthe tye kubo mbi kunothango lwameva.+ Imele ifike imini yabalindi bakho, yokunikelwa kwakho ingqalelo.+ Ngoku kuya kubakho ukuqungaqungwa kwabo.+
4 Oyena ulungileyo wabo unjengekhakakhaka, oyena uthe tye kubo mbi kunothango lwameva.+ Imele ifike imini yabalindi bakho, yokunikelwa kwakho ingqalelo.+ Ngoku kuya kubakho ukuqungaqungwa kwabo.+