Isaya 14:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Bonke abanye ookumkani beentlanga, ewe, bonke, balele eluzukweni, ngamnye endlwini yakhe.+ Mateyu 27:60 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 60 wawubeka kwingcwaba lakhe elitsha lenkumbulo,+ awayelimbe eliweni. Yaye, emva kokuba eqengqele ilitye elikhulu emnyangweni wengcwaba lenkumbulo, wemka.+
60 wawubeka kwingcwaba lakhe elitsha lenkumbulo,+ awayelimbe eliweni. Yaye, emva kokuba eqengqele ilitye elikhulu emnyangweni wengcwaba lenkumbulo, wemka.+