Hezekile 26:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Iya kuba yindawo yokomisa iminatha+ erhuqwayo phakathi kolwandle.’+ “‘Kuba mna ndithethile,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘kwaye iya kuphangwa ziintlanga. Hezekile 26:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi kwiTire, ‘Ngenxa yesandi sokuwa kwakho, ekugcumeni kongxwelerhekileyo, ekubulaweni ngogonyamelo phakathi kwakho, aziyi kunyikima na iziqithi?+
5 Iya kuba yindawo yokomisa iminatha+ erhuqwayo phakathi kolwandle.’+ “‘Kuba mna ndithethile,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘kwaye iya kuphangwa ziintlanga.
15 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi kwiTire, ‘Ngenxa yesandi sokuwa kwakho, ekugcumeni kongxwelerhekileyo, ekubulaweni ngogonyamelo phakathi kwakho, aziyi kunyikima na iziqithi?+