Yeremiya 22:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba ukuba nithe ngandlela zonke nalenza eli lizwi, ngokuqinisekileyo kuya kungena ngamasango ale ndlu ookumkani abahlalela uDavide etroneni yakhe,+ bekhwele iinqwelo namahashe, yena nabakhonzi bakhe nabantu bakhe.”’+
4 Kuba ukuba nithe ngandlela zonke nalenza eli lizwi, ngokuqinisekileyo kuya kungena ngamasango ale ndlu ookumkani abahlalela uDavide etroneni yakhe,+ bekhwele iinqwelo namahashe, yena nabakhonzi bakhe nabantu bakhe.”’+