Duteronomi 29:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 zothi ke zonke iintlanga, ‘Kungenxa yantoni na ukuba uYehova enjenje kweli lizwe?+ Kuyini na ukuvutha kwalo msindo mkhulu kangaka?’ 1 Kumkani 9:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Le ndlu ngokwayo iya kuba yimfumba yamanxuwa.+ Wonk’ ubani odlula ngakuyo uya kuyijonga ethe manga+ yaye uya kubetha umlozi ngokuqinisekileyo aze athi, ‘Kungenxa yasiphi isizathu ukuba uYehova enjenje kweli lizwe nakule ndlu?’+ IZililo 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bonke abo badlula ngendlela bakuqhwabela izandla.+Bayibethel’ umlozi+ yaye bamana behlunguzela iintloko+ ngentombi yaseYerusalem, besithi:“Sesi sixeko na esi babefudula besithi ngaso, ‘Bubuhle obugqibeleleyo, ukugcoba komhlaba wonke’?”+ Mika 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Imimiselo kaOmri+nawo wonke umsebenzi wendlu ka-Ahabhi uyagcinwa,+ yaye nina nihamba ngamacebo abo;+ ukuze ndinenze into yokukhwankqisa nabemi baso into yokubethelwa umlozi;+ niya kuthwala ihlazo lezizwana.”+
24 zothi ke zonke iintlanga, ‘Kungenxa yantoni na ukuba uYehova enjenje kweli lizwe?+ Kuyini na ukuvutha kwalo msindo mkhulu kangaka?’
8 Le ndlu ngokwayo iya kuba yimfumba yamanxuwa.+ Wonk’ ubani odlula ngakuyo uya kuyijonga ethe manga+ yaye uya kubetha umlozi ngokuqinisekileyo aze athi, ‘Kungenxa yasiphi isizathu ukuba uYehova enjenje kweli lizwe nakule ndlu?’+
15 Bonke abo badlula ngendlela bakuqhwabela izandla.+Bayibethel’ umlozi+ yaye bamana behlunguzela iintloko+ ngentombi yaseYerusalem, besithi:“Sesi sixeko na esi babefudula besithi ngaso, ‘Bubuhle obugqibeleleyo, ukugcoba komhlaba wonke’?”+
16 Imimiselo kaOmri+nawo wonke umsebenzi wendlu ka-Ahabhi uyagcinwa,+ yaye nina nihamba ngamacebo abo;+ ukuze ndinenze into yokukhwankqisa nabemi baso into yokubethelwa umlozi;+ niya kuthwala ihlazo lezizwana.”+