Hezekile 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wandithwala ke loo moya+ waza wandithabatha, kangangokuba ndahamba ndijwaqeka ngumsindo, nesandla sikaYehova sasomelele phezu kwam.+ Mika 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaye, kwelinye icala, mna ndizele ngamandla, ngomoya kaYehova, nowokusesikweni nowamandla,+ ukuze ndimxelele uYakobi imvukelo yakhe noSirayeli isono sakhe.+
14 Wandithwala ke loo moya+ waza wandithabatha, kangangokuba ndahamba ndijwaqeka ngumsindo, nesandla sikaYehova sasomelele phezu kwam.+
8 Yaye, kwelinye icala, mna ndizele ngamandla, ngomoya kaYehova, nowokusesikweni nowamandla,+ ukuze ndimxelele uYakobi imvukelo yakhe noSirayeli isono sakhe.+