2 Kronike 29:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba oobawo benza ngokungathembeki+ benza okubi emehlweni kaYehova uThixo wethu,+ kangangokuba bamshiya+ babujika ubuso babo emnqubeni kaYehova+ baza bamnikela umva. Yeremiya 32:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yaye bandinikela umva kungekhona ubuso;+ nakuba babefundiswa, kuvukwa ekuseni baze bafundiswe, kodwa akukho namnye kubo owaphulaphulayo ukuze amkele ingqeqesho.+
6 Kuba oobawo benza ngokungathembeki+ benza okubi emehlweni kaYehova uThixo wethu,+ kangangokuba bamshiya+ babujika ubuso babo emnqubeni kaYehova+ baza bamnikela umva.
33 Yaye bandinikela umva kungekhona ubuso;+ nakuba babefundiswa, kuvukwa ekuseni baze bafundiswe, kodwa akukho namnye kubo owaphulaphulayo ukuze amkele ingqeqesho.+