Isaya 63:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa bona bavukela+ baza bawenza buhlungu umoya wakhe oyingcwele.+ Ke kaloku watshintsha waba lutshaba lwabo;+ yena walwa imfazwe nabo.+ IZililo 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 UYehova uye wanjengotshaba.+ Umginyile uSirayeli.+Uziginyile zonke iinqaba zakhe zokuhlala;+ uzonakalisile iindawo zakhe ezinqatyisiweyo.+Nasentombini yakwaYuda ukwenze kwaphuphuma ukuzila nokwenza isijwili.+
10 Kodwa bona bavukela+ baza bawenza buhlungu umoya wakhe oyingcwele.+ Ke kaloku watshintsha waba lutshaba lwabo;+ yena walwa imfazwe nabo.+
5 UYehova uye wanjengotshaba.+ Umginyile uSirayeli.+Uziginyile zonke iinqaba zakhe zokuhlala;+ uzonakalisile iindawo zakhe ezinqatyisiweyo.+Nasentombini yakwaYuda ukwenze kwaphuphuma ukuzila nokwenza isijwili.+