Isaya 10:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwaye Yena uya kuluphelisa uzuko lwehlathi lakhe nolwebhoma lakhe,+ ukususela emphefumlweni ukuya kufikelela enyameni, yaye kumele kube njengokuphela kwalowo ugulayo.+
18 Kwaye Yena uya kuluphelisa uzuko lwehlathi lakhe nolwebhoma lakhe,+ ukususela emphefumlweni ukuya kufikelela enyameni, yaye kumele kube njengokuphela kwalowo ugulayo.+