1 Kumkani 9:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Le ndlu ngokwayo iya kuba yimfumba yamanxuwa.+ Wonk’ ubani odlula ngakuyo uya kuyijonga ethe manga+ yaye uya kubetha umlozi ngokuqinisekileyo aze athi, ‘Kungenxa yasiphi isizathu ukuba uYehova enjenje kweli lizwe nakule ndlu?’+ IZililo 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bonke abo badlula ngendlela bakuqhwabela izandla.+Bayibethel’ umlozi+ yaye bamana behlunguzela iintloko+ ngentombi yaseYerusalem, besithi:“Sesi sixeko na esi babefudula besithi ngaso, ‘Bubuhle obugqibeleleyo, ukugcoba komhlaba wonke’?”+
8 Le ndlu ngokwayo iya kuba yimfumba yamanxuwa.+ Wonk’ ubani odlula ngakuyo uya kuyijonga ethe manga+ yaye uya kubetha umlozi ngokuqinisekileyo aze athi, ‘Kungenxa yasiphi isizathu ukuba uYehova enjenje kweli lizwe nakule ndlu?’+
15 Bonke abo badlula ngendlela bakuqhwabela izandla.+Bayibethel’ umlozi+ yaye bamana behlunguzela iintloko+ ngentombi yaseYerusalem, besithi:“Sesi sixeko na esi babefudula besithi ngaso, ‘Bubuhle obugqibeleleyo, ukugcoba komhlaba wonke’?”+