IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 19:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Uze ungaliqhathi idlelane lakho,+ yaye ungaphangi.+ Umvuzo womqeshwa uze ungahlali ubusuku bonke kuwe kude kuse.+

  • Duteronomi 24:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Uze ungamqhathi umqeshwa osenkathazweni nolihlwempu, enoba ngowakubazalwana bakho okanye ngowakubaphambukeli bakho abasezweni lakho, emasangweni akho.+

  • Mika 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 abakha iZiyon ngezenzo zophalazo-gazi neYerusalem ngentswela-bulungisa.+

  • Habhakuki 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “‘Yeha lowo uyenzela inzuzo embi indlu yakhe,+ ukuze abeke indlwane yakhe endaweni ephakamileyo, ukuze ahlangulwe kwintlekele!+

  • Habhakuki 2:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “‘Yeha lowo wakha isixeko ngokuphalaza igazi, nozinzise idolophu ngentswela-bulungisa!+

  • Malaki 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Ndiza kusondela kuni ukuba ndigwebe,+ yaye ndiza kuba lingqina elikhawulezayo+ nxamnye nabakhafuli,+ nabakrexezi,+ nabo bafunga ubuxoki,+ nabo baqhatha umqeshwa emvuzweni,+ nomhlolokazi+ nenkwenkwe engenayise,+ nabo bamgxothayo umphambukeli,+ ngoxa bengandoyiki mna,”+ utsho uYehova wemikhosi.

  • Yakobi 5:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Khangelani! Imivuzo yabasebenzi abavuna amasimi enu eniyibambileyo,+ iyaqhubeka idanduluka,+ nezimemezo zokucela uncedo+ zabavuni zingenile ezindlebeni+ zikaYehova wemikhosi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share