IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 36:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+

  • Nehemiya 9:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “Noko ke, abazange bakuthobele+ baza bakuvukela+ baqhubeka bewunikela umva+ umthetho wakho, bababulala abaprofeti bakho,+ ababenikela ubungqina nxamnye nabo ukuze bababuyisele kuwe;+ yaye baqhubeka besenza izenzo zongakungabi nantlonelo okukhulu.+

  • Mateyu 21:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Noko ke, abalimi bawathabatha amakhoboka akhe, elinye balibetha kanobom, elinye balibulala, elinye balixuluba ngamatye.+

  • Mateyu 23:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Ngenxa yesi sizathu, ndithumela+ kuni abaprofeti nabantu abazizilumko nabayaleli basesidlangalaleni.+ Bambi babo niya kubabulala+ nize nibabethelele, kwaye bambi babo niya kubatyakatya+ kwizindlu zenu zesikhungu yaye nibatshutshise kwizixeko ngezixeko;

  • IZenzo 7:52
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 52 Nguwuphi na kubaprofeti abangazange bamtshutshise ookhokho benu?+ Ewe, bababulala+ abo benza isaziso kwangaphambili ngokuza kwaLowo ulilungisa,+ eniye nangabangcatshi nababulali bakhe ngoku,+

  • 1 Tesalonika 2:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 lawo ayibulalayo iNkosi uYesu+ nabaprofeti+ aza asitshutshisa nathi.+ Ngapha koko, akamkholisi uThixo, kodwa anxamnye nezilangazelelo zabantu bonke,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share