Yeremiya 6:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Siyivile ingxelo engabo. Ziwile izandla zethu.+ Sibandezelekile, yaye sinenimba enjengaleyo yomfazi ozalayo.+ Hoseya 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye abamemezanga kum ukucela uncedo ngentliziyo yabo,+ nangona babeqhubeka bebhomboloza kwiimandlalo zabo. Ngenxa yokudla kwabo okuziinkozo newayini enencasa bahlala bengoongqikana;+ bayandijikela.+
24 Siyivile ingxelo engabo. Ziwile izandla zethu.+ Sibandezelekile, yaye sinenimba enjengaleyo yomfazi ozalayo.+
14 Yaye abamemezanga kum ukucela uncedo ngentliziyo yabo,+ nangona babeqhubeka bebhomboloza kwiimandlalo zabo. Ngenxa yokudla kwabo okuziinkozo newayini enencasa bahlala bengoongqikana;+ bayandijikela.+