Duteronomi 32:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Watyeba ke uYeshurun,+ wakhabalaza.+Wazingxala wena, watyeba, waba mkhulu.+Ngoko wamshiya yena uThixo, owamenzayo,+Walidela iLiwa+ lokusindiswa kwakhe.
15 Watyeba ke uYeshurun,+ wakhabalaza.+Wazingxala wena, watyeba, waba mkhulu.+Ngoko wamshiya yena uThixo, owamenzayo,+Walidela iLiwa+ lokusindiswa kwakhe.