2 Kumkani 24:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Onke ke amadoda angamakroti, amawaka asixhenxe, neengcibi nabakhi bodonga lokukhusela, iwaka, onke amadoda anamandla okulwa imfazwe, ukumkani waseBhabhiloni wabazisa eBhabhiloni njengabantu abathinjiweyo.+
16 Onke ke amadoda angamakroti, amawaka asixhenxe, neengcibi nabakhi bodonga lokukhusela, iwaka, onke amadoda anamandla okulwa imfazwe, ukumkani waseBhabhiloni wabazisa eBhabhiloni njengabantu abathinjiweyo.+