Duteronomi 24:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 akavumelekanga umnini wakhe wokuqala owamndululayo ukumthabatha kwakhona abe ngumfazi wayo emva kokuba engcolisiwe;+ ngokuba kuyacekiseka oko kuYehova, yaye uze ungalikhokeleli esonweni ilizwe elo akunika lona uYehova uThixo wakho njengelifa.
4 akavumelekanga umnini wakhe wokuqala owamndululayo ukumthabatha kwakhona abe ngumfazi wayo emva kokuba engcolisiwe;+ ngokuba kuyacekiseka oko kuYehova, yaye uze ungalikhokeleli esonweni ilizwe elo akunika lona uYehova uThixo wakho njengelifa.