IMizekeliso 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Bona ke abangendawo, baya kunqunyulwa emhlabeni;+ ke wona amaqhophololo, aya kuncothulwa kuwo.+ Isaya 66:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba njengomlilo uYehova enyanisweni uya kwenza imbambano, ewe, ngekrele lakhe,+ nxamnye nenyama yonke; yaye ngokuqinisekileyo ababuleweyo nguYehova baya kuba baninzi.+ Amosi 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Baya kufa ngekrele—bonke aboni babantu bam,+ abo bathi: “Intlekele ayiyi kusondela okanye ize kufikelela kuthi.”’+
16 Kuba njengomlilo uYehova enyanisweni uya kwenza imbambano, ewe, ngekrele lakhe,+ nxamnye nenyama yonke; yaye ngokuqinisekileyo ababuleweyo nguYehova baya kuba baninzi.+
10 Baya kufa ngekrele—bonke aboni babantu bam,+ abo bathi: “Intlekele ayiyi kusondela okanye ize kufikelela kuthi.”’+